Iyelenqe laserenkeni
Iyelenqe laserenkeni
18 min read
Rate this book:
About This Book
"Amayelenqe kuthutho ngeeteksi yimfihlo eyaziwayo. Bayafa abantwana babantu kolu thutho kungekho sizathu, iinkedama kumanzi amehlo. Umhlola waserenkeni kukuba kumanqaphanqapha kakhulu ukuba kubanjwe umntu ngokusweleka kwabaqhubi nabanini - zithuthi zaserenkeni. Abaninzi barhanela ukuthwala, abaninzi nangakumbi barhanela umona. Yaqatsela le nto mhla abantwana bomntu, esithenjini, befihlelana ngeyelenqe lokubulawa komnye. Isinqe sisinye, nesibeleko sisinye alukho uvelwano kuthutho ngeeteksi. Imali ekhoyo kolu thutho yabutya yabugqiba ubuntu ebantwini. Nali ibali lomntu nomkhuluwa wakhe nobomi baserenkini. Phofu ibali lisekelezelwe kwintiywano ebangelwa kukuzeka ngaphezu kwesinye sabafazi, isithembu ke marhanugandini. Ubutshaba koonina baphumela ebantwaneni bengazi nto. Fundani bantwana bethu." --- Publishers description.
Buy This Book
As an Amazon Associate and Bookshop.org affiliate, BookOrb earns from qualifying purchases.
Write a Review
Sign in to write a review.